

Zikhona's email address and phone number have been validated.
Zikhona
- Rate ₹826
- Response 1h
-
Students1
Number of students accompanied by Zikhona since their arrival at Superprof
Number of students accompanied by Zikhona since their arrival at Superprof

₹826/hr
1st class free
Matric holder with level 6 in IsiXhosa FL. Good trainer in Netball and Soccer.
Class location
- Online
About Zikhona
NdinguZikhona Tompson ndineminyaka eyi24. Ndithe ndakukhangela ndaqaphela into yoba ulutsha oluninzi luyahlulakala esiXhoseni ixesha elinzi. Ndiya ndathatha isigqibo sokuba ndibengumcedisi kubamntwana abathe bazifumana bengxaki ekubhaleni nasekufundeni IsiXhosa. Ukuhlala ezilalini kudenza ndanethamsanqa ekwazeniIsiXhosa, nokuthanda uyofunda incwandi kudenza ndagqwesa ngakumbi kolulwimi.
About the class
- All Levels
- English
All languages in which the class is available :
English
Uhlalutya incwandi nokuyiphendula ndingalucedo kakhulu. Indlela yobhala impixano,leta, dayalogu kunye ne dayari ndingusaziwayo.
Ukuba ungumntu osokolayo ukubhala isincoko ndikhona ndingalucedo kuwe. Ukuphendula imibuzo emide nemufutshane yencwandi ndiyintshatsheli. Kwaye nasekuphenduleni imibongo ndigqwesile kakhulu. IsiXhosa ndiyathanda kwaye ndiyasiphila soze uzisole ngokuza kum.
Rates
Rate
- ₹826
Pack prices
- 5h: ₹4130
- 10h: ₹8260
free classes
This first free class with Zikhona will allow you to get to know each other and to specify the exact learning requirements for the upcoming classes.
- 1hr
online
- ₹826/hr
Similar teachers in Cape Town
Dipanwita
Kolkata & Online
- ₹1,000/hr
- 1st class free
Aayush
Indore & Online
- ₹800/hr
- 1st class free
Vipin
Kochi & Online
- ₹1,000/hr
- 1st class free
Ranjan
Patna & Online
- ₹700/hr
- 1st class free
Prabhat
Mumbai & Online
- ₹999/hr
- 1st class free
Preity
Navi Mumbai & Online
- ₹3,000/hr
- 1st class free
Rohan
Bengaluru & Online
- ₹500/hr
- 1st class free
Priyanka
Kolkata & Online
- ₹450/hr
- 1st class free
Rekha
Mumbai & Online
- ₹800/hr
- 1st class free
Ankur
Bengaluru & Online
- ₹1,600/hr
- 1st class free
Vaibhavi
Pune & Online
- ₹1,199/hr
- 1st class free
Varsha
Pune & Online
- ₹999/hr
- 1st class free
Amninder
Pathankot & Online
- ₹650/hr
- 1st class free
Harika
Hyderabad & Online
- ₹800/hr
- 1st class free
Komal
New Delhi & Online
- ₹1,800/hr
- 1st class free
Dr Avinash
Pune & Online
- ₹600/hr
- 1st class free
Karan
Mumbai & Online
- ₹1,399/hr
- 1st class free
-
More teachers
