

Asemahle profile and their contact details have been verified by our experts
Asemahle
- Rate ₹862
- Response 1h

₹862/hr
Isisxhosa lulwimi lwam lwenobe kwaye ndiyayazi nje ukuba ndisithetha kwaye ndisazi ngelona hlobo.
Class location
- Online
About Asemahle
MNA NDASIPASA ISIXHOSA NGEPESENTEYJI ENGU 82,KWAYE KE NABAMFUNDISI NTSAPHO BAM BANGANDINGQINELA EKUBENI NDINGUPHOPHO ESIXHOSENI.NGALOMZUZU KE NDENZA IZIFUNDO ZE HUMAN MOVEMENT SCIENCE KWIDYUNIVESITHI YASE FORT HARAE.UKUZE ULIPHUMELELE KE IBANGA LESIXHOSA KUFUNEKA UBENE LEVELI ENGU-4UKWENYUKA NJENGOKO ILULWIMI LWETHU LWENKOBE.
About the class
- All Levels
- English
All languages in which the class is available :
English
MNA NDIZINGCA NJE NGOHLOBO ENDISITHETHA NGASO ISIXHOSA,NANGOHLOBO ENDISIBHALA NGASO.EYONA NTO IBALULEKILE KUKUBA ISIXHOSA USIVE,UKWAZI UKUSIBHALA KWAYE UKWAZI UKUSITHETHA.NDIYAYAZI BAKHONAABANTU BAFUMANA UBUNZIMAXA KUFIKELELA KOLULWIMI,KODWA MNA NDIKHONA EKUNCEDENI ABANTU ABANALENGXAKI.EYONANTO INCEDAYO KAKHULU EKUKUPASENI ISIXHOSA NJENGESIFUNDO KUKUKWAZI UKUSIBHALA NGOKUGQIBELELEYO,KWAYE KEMNANDILUNCEDO KAKHULUXA KUFIKELELWA APHO.
Rates
Rate
- ₹862
Pack prices
- 5h: ₹4310
- 10h: ₹8620
online
- ₹862/hr
Similar teachers in Alice
Dipanwita
Kolkata & Online
- ₹1,000/hr
- 1st class free
Aayush
Indore & Online
- ₹800/hr
- 1st class free
Nilanjana
New Delhi & Online
- ₹800/hr
- 1st class free
Ranjan
Patna & Online
- ₹1,000/hr
- 1st class free
Prabhat
Mumbai & Online
- ₹999/hr
- 1st class free
Preity
Navi Mumbai & Online
- ₹2,300/hr
- 1st class free
Rohan
Bengaluru & Online
- ₹500/hr
- 1st class free
Shweta
Bengaluru & Online
- ₹990/hr
- 1st class free
Vipin
Kochi & Online
- ₹1,000/hr
- 1st class free
Priyanka
Kolkata & Online
- ₹400/hr
- 1st class free
Abhishek
Noida & Online
- ₹900/hr
- 1st class free
Rekha
Mumbai & Online
- ₹800/hr
- 1st class free
Ankur
Bengaluru & Online
- ₹1,600/hr
- 1st class free
Vaibhavi
Pune & Online
- ₹1,800/hr
- 1st class free
Varsha
Pune & Online
- ₹999/hr
- 1st class free
Amninder
Pathankot & Online
- ₹1,099/hr
- 1st class free
Anoop
New Delhi & Online
- ₹1,299/hr
- 1st class free
Harika
Hyderabad & Online
- ₹800/hr
- 1st class free
-
More teachers
